THIS FORUM HAS NOW MOVED TO WWW.INKUNDLA.COM/FORUM.
Links

Inkundla Recent Posts
Who's Online
0 registered (), 3 Guests and 1 Spider online.
Key: Admin, Global Mod, Mod
Newest Members
Ngwako, flamz, kyotik, nyawana, Manqotshana
2964 Registered Users
Topic Options
Rate This Topic
#41468 - 12/29/08 03:06 PM Isiduko(Clan) oDala
Ntsogo Offline
Mafikizolo

Registered: 12/29/08
Posts: 5
Loc: SA
Ndicela uncedo, isiduko sam ndinguDala kodwa andazi ukuba sisukaphi and I have never had anyone ozibiza ngesisiduko.
My father told me before he passed awy that we belong to the Mthembu tribe.

pls help

Top
#41479 - 12/30/08 03:28 PM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Ntsogo]
Nobubele Offline
Mafikizolo

Registered: 11/06/08
Posts: 9
Loc: South Africa
Hayi,wethu!ungumtsonga wena ,asikwazi,dlulela phambili ubuze khona,ungathi ulahlekile .

Top
#41482 - 12/30/08 04:44 PM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Nobubele]
Ntsogo Offline
Mafikizolo

Registered: 12/29/08
Posts: 5
Loc: SA
Hayi sisi andilahlekanga ukhona umntu ondixelele ukuba oDala bakhona kwilali yakhe, kodwa uzakundifunela i-information epheleleyo xa egodukile. Awabi sandiphoxa Nobuhle yintoni ntombi?

if ukhona omunye umuntu obaziyo oDala pls tell me.


Edited by Ntsogo (12/30/08 05:10 PM)

Top
#41528 - 01/03/09 06:46 AM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Ntsogo]
Skhotha Offline
Ngqwele

Registered: 01/16/08
Posts: 121
Loc: Empangeni
Sanibonani onyakeni omusha, angethembe ukuthinisaphila lapha enkundleni yoMthwakazi. Cha,thina sisaphila kwelomMsholozi noTerror.
Ntsogo, anginalo usizo olutheni kepha nginemibuzo. Nginezinsolo zokuthi ungumXhosa. Kuyikho yini lokho?
Hayi kabi angicwasi wukuthi okwaXhosa kuyangiphamba ngoba akufani ncamu nalokhu engikuqondayo. For instance thina siyathakazela ukuchaza imvelaphi yethu njengathi " Zikode, Mawandla, nyoni yenkosi engadliwa ngabafokazana....".
Siyabongelana ukuchaza umuntu nezenzo zakhe "uBhejane phume esiqiwini kade benguvalele ... kade bethi uZwelthini akakuphatha...
iSiduko siyini phakathi kwezibongo, hayi isibongo = surname, nezithakazelo?
_________________________
iTshel'ncane likaNjinfaya kaMashiyak'khalwa kaNogwaja omhlengemlenze!

Top
#41551 - 01/04/09 04:10 PM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Skhotha]
Ntsogo Offline
Mafikizolo

Registered: 12/29/08
Posts: 5
Loc: SA
Ndiyabulisa nam Skhotha,Unyanisile ukuba ndingumXhosa.Igama lami nguNtsikelelo. Ngokokwam ukwazi iSiduko sisithakazelo ize isibongo ibeyi-surname. Thina sizichaza iSiduko sibe sesiyazithutha. In this case mna ndizakuthi ndinguDala ndibe sendizichaza imvelaphi ngokuzithutha. My father told me ukuthi amaDala asuka kwisizwe sabathembu kodwa wabuya wathi abathembu baninzi so if someone ask me ukuba ndingubani iSiduko = sthakazelo sam kumele ndithi ndinguDala. Ingxaki endinayo manje kukuthi kuzofika ixesha lokuthi ndizimele umuzi wam and akukho namunye umuntu endimaziyo ozibiza ngoDala that I can go to when I need advice.I just want to know more about oDala. Ndiyabulela Skhotha ngokuthi uthathe lenxaxheba ukuzama ukundisiza.


Edited by Ntsogo (01/04/09 04:16 PM)

Top
#41554 - 01/05/09 06:46 AM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Ntsogo]
bongani Offline
Sikhulu

Registered: 10/10/03
Posts: 206
Loc: Afrika
ngizokubuzela ebanganini bami basembembesi amafengu

Top
#41558 - 01/05/09 11:52 AM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Ntsogo]
mashwabada Offline
Mafikizolo

Registered: 08/07/08
Posts: 28
Loc: tembisa
tyini bethu na?? kucace okwezinqe zemfene ukuthi ungumXhosa ngoba nanku uyathetha nokuthetha. Mangabe unguMthembu ke ngokubonisela endaweni ezifana noMtata, Cumakala, Lady Frere kanjalo.
_________________________
shwabada Mashwabada kaMbome noNgili, izinyane lenkanyamb' okwasa belizingela kwashon' ilanga belalusile.

Top
#41561 - 01/05/09 03:28 PM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: mashwabada]
Ntsogo Offline
Mafikizolo

Registered: 12/29/08
Posts: 5
Loc: SA
Sawubona Mashwabada,Inkaba yam ilele kulamhlaba wakuQoboqobo kwilali yaseNgqudela.Le lali ayikudanga kakhulu kulamhlaba waseCumakala, sasihamba siyokuqabela eCumakala xa sizingela nentanga zam.

Top
#41563 - 01/05/09 03:29 PM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: bongani]
Ntsogo Offline
Mafikizolo

Registered: 12/29/08
Posts: 5
Loc: SA
Ndiyabonga Bongani, khawuzame ndoda.

Top
#41565 - 01/05/09 03:49 PM Re: Isiduko(Clan) oDala [Re: Ntsogo]
bongani Offline
Sikhulu

Registered: 10/10/03
Posts: 206
Loc: Afrika
ungasabi baba, ngithemba kusasa ngizokuphathela indaba ezimnandi

Top


Moderator:  Jakalas 
ShayaFM
Shaya FM is currently OFF AIR. Sorry to disrupt your listening. Your favourite radio station will be back on air ASAP!
New Topics
May
Su M Tu W Th F Sa
1 2 3 4 5
6 7 8 9 10 11 12
13 14 15 16 17 18 19
20 21 22 23 24 25 26
27 28 29 30 31
Top Posters
Mabila 2123
Zwangendaba 1391
Dokotela 1298
Lobengula 1077
BhudiMathawuzeni 810